IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 36:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Kuba wenze ngokugudileyo kakhulu emehlweni akhe+

      Ukuze afumane isiphoso sakhe ukuze asithiye.+

  • INdumiso 125:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Bona ke abo bathi gu bucala baye ezindleleni zabo ezigwenxa,+

      UYehova uya kubenza bemke kunye nabo baqhelisela okwenzakalisayo.+

      Kuya kubakho uxolo phezu koSirayeli.+

  • INtshumayeli 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ulunge ngakumbi umntwana osisisweli+ kodwa esisilumko kunokumkani+ omdala kodwa esisiyatha, ongasakuvayo ukulunyukiswa.+

  • Malaki 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukususela kwimihla yookhokho benu niye naphambuka kwimimiselo yam naza anayigcina.+ Buyelani kum, nam ndiza kubuyela kuni,”+ utsho uYehova wemikhosi.

      Naza nina nathi: “Siya kubuyela ngayiphi na indlela?”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share