Duteronomi 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+ 1 Samuweli 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+
16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+
3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+