IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Owu akwaba ubungandifihla eShiyol,+

      Undigcine ndifihlakele de ubuye umsindo wakho,

      Undibekele umda wexesha+ uze undikhumbule!+

  • INdumiso 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Owu Yehova, uwukhuphile eShiyol umphefumlo wam;+

      Undigcine ndiphila, ukuze ndingehli ndiye emhadini.+

  • INdumiso 49:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Noko ke, uThixo uya kuwukhulula umphefumlo wam esandleni seShiyol,+

      Kuba uya kundamkela. Seʹlah.

  • INdumiso 86:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba bukhulu ububele bakho bothando kum,+

      Yaye uwuhlangule umphefumlo wam eShiyol, emazantsi ayo.+

  • Yohane 11:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UMarta wathi kuye: “Ndiyazi ukuba uza kuvuka eluvukweni+ ngomhla wokugqibela.”

  • 1 Korinte 15:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 “Kufa, luphi na uloyiso lwakho? Kufa, luphi na ulwamvila lwakho?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share