Eksodus 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+ Duteronomi 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali. 1 Samuweli 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+
14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+
19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali.
3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+