Eksodus 30:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wothi ke wenze ioli engcwele yokuthambisa, umxube wesithambiso, njengoko esenza umenzi wezithambiso.+ Yoba yioli engcwele yokuthambisa.+ 1 Kumkani 1:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 UTsadoki umbingeleli wathabatha uphondo lweoli+ ententeni+ waza wamthambisa+ uSolomon; kwaye baluvuthela uphondo, baza bonke abantu bathi: “Makaphile uKumkani uSolomon!”+ INdumiso 133:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+
25 Wothi ke wenze ioli engcwele yokuthambisa, umxube wesithambiso, njengoko esenza umenzi wezithambiso.+ Yoba yioli engcwele yokuthambisa.+
39 UTsadoki umbingeleli wathabatha uphondo lweoli+ ententeni+ waza wamthambisa+ uSolomon; kwaye baluvuthela uphondo, baza bonke abantu bathi: “Makaphile uKumkani uSolomon!”+
2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+