IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 37:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko wathi kuye: “Nceda, undiyele khona. Ubone ukuba abantakwenu basaphila na, nokuba umhlambi usaphila na, uze ubuye undazise.”+ Wamndulula ke esuka entilini yaseHebron,+ waya ngakwaShekem.

  • 1 Samuweli 17:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Nezi nxalenye zilishumi zobisi ufanele uzise kwintloko yewaka;+ uze uvelele abantakwenu ngokubhekisele kwintalo-ntle yabo,+ uthabathe nesibambiso kubo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share