Eksodus 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Isandla sakho sasekunene, Yehova, sizingqine sinamandla,+Isandla sakho sasekunene, Yehova, siqoba utshaba.+ INdumiso 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo. INdumiso 92:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, khangela! iintshaba zakho, Yehova,+Kuba, khangela! iintshaba zakho ziya kutshabalala;+Bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo baya kwahlulwa omnye komnye.+
6 Isandla sakho sasekunene, Yehova, sizingqine sinamandla,+Isandla sakho sasekunene, Yehova, siqoba utshaba.+
8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo.
9 Kuba, khangela! iintshaba zakho, Yehova,+Kuba, khangela! iintshaba zakho ziya kutshabalala;+Bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo baya kwahlulwa omnye komnye.+