IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 20:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuso sonke esi sizwana kwakunyulwe amadoda angamakhulu asixhenxe angamanxele.+ Ngamnye kuwo la wayeyinkcani ekusawuleni ngamatye,+ engaphosi.

  • 1 Samuweli 25:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Xa kuthe kwesuka umntu ukuba akusukele aze afune umphefumlo wakho, umphefumlo wenkosi yam ngokuqinisekileyo uya kusongelwa engxoweni yobomi+ kuYehova uThixo wakho;+ kodwa, ke wona umphefumlo weentshaba zakho, uya kuwusawula ngokungathi ungaphakathi kumgongxo wesilingi.+

  • 2 Kronike 26:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye u-Uziya waqhubeka ewalungiselela, umkhosi uphela, amakhaka+ neencula+ nezigcina-ntloko+ nezambatho zentsimbi+ nezaphetha+ namatye okusawula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share