IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+

  • Duteronomi 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wazi kakuhle ke namhla ukuba uYehova uThixo wakho uwela phambi kwakho.+ Ungumlilo odlayo.+ Uya kubabhubhisa,+ aboyise phambi kwakho; ubahluthe ilizwe labo yaye ubatshabalalise ngokukhawuleza, kanye njengoko ethethile uYehova kuwe.+

  • Yoshuwa 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wathi uYehova kuYoshuwa: “Ungaboyiki,+ kuba ndibanikele esandleni sakho.+ Akukho nanye indoda kubo eya kuma nxamnye nawe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share