Duteronomi 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+ INdumiso 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+
2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+
3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+