1 Samuweli 30:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza uDavide wawaxabela ukususela ngonyezi kwada kwangokuhlwa, ukuze awatshabalalise; akukho mntu wasindayo+ kuwo ngaphandle kwabafana abangamakhulu amane abakhwela iinkamela baza basaba.
17 Waza uDavide wawaxabela ukususela ngonyezi kwada kwangokuhlwa, ukuze awatshabalalise; akukho mntu wasindayo+ kuwo ngaphandle kwabafana abangamakhulu amane abakhwela iinkamela baza basaba.