Levitikus 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Uze ungahambi unyelisa phakathi kwabantu bakowenu.+ Uze ungamelani negazi ledlelane lakho.+ NdinguYehova. 2 Samuweli 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku ukumkani wathi: “Uphi na unyana wenkosi yakho?”+ UTsibha wathi kukumkani: “Nanko ehleli eYerusalem; kuba wathi, ‘Namhlanje indlu kaSirayeli iya kulubuyisela kum ulawulo lwasebukhosini lukabawo.’”+ INdumiso 101:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+ IMizekeliso 6:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 lingqina elixokayo elifutha ubuxoki,+ naye nabani na obangela usukuzwano phakathi kwabazalwana.+ IMizekeliso 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukufumana ubuncwane ngolwimi oluxokayo ngumphunga ophephethekayo,+ kwimeko yabo bafuna ukufa.+
16 “‘Uze ungahambi unyelisa phakathi kwabantu bakowenu.+ Uze ungamelani negazi ledlelane lakho.+ NdinguYehova.
3 Ke kaloku ukumkani wathi: “Uphi na unyana wenkosi yakho?”+ UTsibha wathi kukumkani: “Nanko ehleli eYerusalem; kuba wathi, ‘Namhlanje indlu kaSirayeli iya kulubuyisela kum ulawulo lwasebukhosini lukabawo.’”+
5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+