INdumiso 90:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+
10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+