15 Ndaza ndayincoma imihlali,+ kuba kungekho nto ilulungele ngakumbi uluntu phantsi kwelanga kunokuba ludle, lusele, lube nemihlali, yaye oko kufanele kulupheleke ekusebenzeni kwalo nzima ngemihla yobomi balo,+ athe uTHIXO oyinyaniso walunika yona phantsi kwelanga.+