IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wandula ke wamsikelela wathi:

      “Makasikelelwe uAbram wOyena Thixo Uphakamileyo,+

      UMvelisi wezulu nomhlaba;+

  • Genesis 47:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wandula ke uYosefu wangenisa uYakobi uyise waza wamazisa kuFaro, waza uYakobi wamsikelela uFaro.+

  • Yoshuwa 22:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko uYoshuwa wabasikelela+ waza wabandulula ukuze baye ezintenteni zabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share