IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 13:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Xa athe umntakwenu, umntakanyoko, okanye unyana wakho okanye intombi yakho okanye umfazi omnonophelayo okanye iqabane lakho elinjengomphefumlo wakho kuwe,+ lazama ukukulukuhla emfihlekweni, lisithi, ‘Masiye kukhonza thixo bambi,’+ ongabazanga, wena nookhokho bakho,

  • Duteronomi 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 kodwa ufanele umbulale afe.+ Kufanele kufike esakho isandla kuye kuqala ukuba simbulale, kwandule ukufika esabantu bonke isandla emva koko.+

  • 1 Kumkani 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Xa wonke uSirayeli wabona ukuba ukumkani wayengamphulaphulanga, bandula ke abantu bamphendula ukumkani, besithi: “Sinasabelo sini na kuDavide?+ Yaye akukho lifa kunyana kaYese. Koothixo bakho,+ Sirayeli. Ngoko zibonele indlu yakho, Davide!”+ Ke uSirayeli waya ezintenteni zakhe.

  • 2 Kronike 10:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke yena wonke uSirayeli, ngenxa yokuba ukumkani engazange amphulaphule, abantu bamphendula ukumkani, besithi: “Sinasabelo sini na kuDavide?+ Yaye akukho lifa kunyana kaYese.+ Ngamnye makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli! Ngoko zibonele indlu yakho, Davide.”+ Ke wonke uSirayeli waya ezintenteni zakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share