Luka 22:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngoxa wayesathetha, khangela! isihlwele, yaye umntu obizwa ngokuba nguYudas, omnye wabalishumi elinesibini, wayehamba phambi kwaso;+ yaye wasondela kuYesu ukuze amange.+
47 Ngoxa wayesathetha, khangela! isihlwele, yaye umntu obizwa ngokuba nguYudas, omnye wabalishumi elinesibini, wayehamba phambi kwaso;+ yaye wasondela kuYesu ukuze amange.+