2 Samuweli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UYowabhi wavuthela isigodlo,+ yaye bema bonke abantu baza abaqhubeka besukela uSirayeli kwakhona, abaphinda ke balwe kwakhona. 2 Samuweli 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku uYowabhi wavuthela uphondo,+ ukuze bonke abantu babuye ekusukeleni uSirayeli; kuba uYowabhi wabanqanda abantu.
28 UYowabhi wavuthela isigodlo,+ yaye bema bonke abantu baza abaqhubeka besukela uSirayeli kwakhona, abaphinda ke balwe kwakhona.
16 Ke kaloku uYowabhi wavuthela uphondo,+ ukuze bonke abantu babuye ekusukeleni uSirayeli; kuba uYowabhi wabanqanda abantu.