27 Yaye ngaba abayi kulala nabanamandla,+ bawele phakathi kwabangalukanga, abo behle baya eShiyol nezixhobo zabo zemfazwe? Kwaye baya kubeka amakrele abo phantsi kweentloko zabo, neziphoso zabo ziya kuba phezu kwamathambo abo,+ ngenxa yokuba abo banamandla babenkwantyisa kwilizwe labaphilayo.+