IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+

      Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+

      Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+

      Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+

      Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso.

  • 1 Kronike 16:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yibani sezintlungwini eziqatha ngenxa yakhe, nonke nina bantu basemhlabeni!

      Nelizwe elinemveliso limiselwe ngokuqinileyo:

      Alisayi kushukunyiswa.+

  • INdumiso 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Kwaye yena uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa;+

      Uya kuchophela amatyala amaqela eentlanga ngokuthe tye.+

  • INdumiso 33:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Bonke abasemhlabeni mabamoyike uYehova.+

      Bonke abemi bomhlaba onemveliso mabothuke ngenxa yakhe.+

  • INdumiso 77:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Isandi sendudumo yakho safana namavili enqwelo;+

      Imibane ikhanyise ilizwe elinemveliso;+

      Umhlaba waphazamiseka waza waqalisa ukunyikima.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share