IMizekeliso 8:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “Ke kaloku, bonyana, ndiphulaphuleni; ewe, banoyolo abazigcinayo kanye iindlela zam.+ INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.