Genesis 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+ Genesis 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+ Duteronomi 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze ungqineke ungenasiphoso kuYehova uThixo wakho.+ INdumiso 84:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+
9 Yiyo le imbali kaNowa. UNowa wayeyindoda elilungisa.+ Wangqineka engenasiphoso phakathi kwabantu bexesha lakhe. UNowa wahamba noTHIXO oyinyaniso.+
17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+
11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+