1 Samuweli 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngako oko wahamba uDavide namadoda akhe waya eKeyila waza walwa namaFilisti, wayiqhuba imfuyo yawo, kodwa wona wawaxabela ngogonyamelo olukhulu; uDavide ke wabasindisa abemi baseKeyila.+ INdumiso 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+
5 Ngako oko wahamba uDavide namadoda akhe waya eKeyila waza walwa namaFilisti, wayiqhuba imfuyo yawo, kodwa wona wawaxabela ngogonyamelo olukhulu; uDavide ke wabasindisa abemi baseKeyila.+
3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+