INdumiso 18:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ke zona iintshaba zam, uya kuzenza zindinikele umva;+Yaye abo bandithiye kakhulu, ndiya kubathulisa.+ INdumiso 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo.
40 Ke zona iintshaba zam, uya kuzenza zindinikele umva;+Yaye abo bandithiye kakhulu, ndiya kubathulisa.+
8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo.