IZenzo 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+ 2 Petros 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+
16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+
21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+