IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Akuva ngako uDavide, wandula ke wathumela uYowabhi nawo wonke umkhosi namadoda anamandla.+

  • 2 Samuweli 20:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngako oko amadoda kaYowabhi+ namaKereti+ namaPeleti+ nawo onke amadoda anamandla aphuma emva kwakhe; yaye baphuma ke eYerusalem besukela uShebha unyana kaBhikeri.

  • 1 Kronike 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zizo ezi iintloko zamadoda kaDavide anamandla,+ awayesomelezana naye ebukumkanini kunye noSirayeli wonke, ukuba amenze ukumkani ngokwelizwi likaYehova+ ngokuphathelele uSirayeli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share