Yoshuwa 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amadoda akwaSirayeli athi kumaHivi:+ “Mhlawumbi nihlala kufuphi nathi. Ngoko siya kuwenza njani umnqophiso kunye nani?”+ Yoshuwa 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Akuzange kubekho sixeko senza uxolo noonyana bakaSirayeli ngaphandle kwamaHivi+ awayengabemi eGibheyon.+ Zonke ezinye bazithabatha ngemfazwe.+
7 Amadoda akwaSirayeli athi kumaHivi:+ “Mhlawumbi nihlala kufuphi nathi. Ngoko siya kuwenza njani umnqophiso kunye nani?”+
19 Akuzange kubekho sixeko senza uxolo noonyana bakaSirayeli ngaphandle kwamaHivi+ awayengabemi eGibheyon.+ Zonke ezinye bazithabatha ngemfazwe.+