Genesis 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Hayi, nkosi yam! Khawundiphulaphule. Intsimi leyo ndiyakunika, nomqolomba okuyo ndiyakunika. Emehlweni oonyana babantu bakowethu ndiyakunika.+ Mngcwabe khona umfikazi.”
11 “Hayi, nkosi yam! Khawundiphulaphule. Intsimi leyo ndiyakunika, nomqolomba okuyo ndiyakunika. Emehlweni oonyana babantu bakowethu ndiyakunika.+ Mngcwabe khona umfikazi.”