INdumiso 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah. Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.