16 Inkosi yethu ke, mayincede, iyalele abakhonzi bakho phambi kwakho ukuba bakhangele indoda elichule+ ekudlaleni uhadi.+ Yaye kumele kuthi, wakuba phezu kwakho umoya ombi kaThixo, kufuneke yona idlale ngesandla sayo, ibe ngokuqinisekileyo kuya kuba kuhle kuwe.”