Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ INdumiso 150:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Mdumiseni ngentambula+ nangokungqungqa nijikeleza.+Mdumiseni ngemirhubhe+ nogwali.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+