Levitikus 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Yaye ukuba umnikelo wakhe ungumbingelelo wobudlelane,+ ukuba uwusondeza ungowasemhlambini, enoba yinkunzi okanye imazi, woyisondeza ibe yephilileyo+ phambi koYehova. Levitikus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Xa nibingelela kuYehova umbingelelo wobudlelane,+ nowunikela ukuze nizizuzele inkoliseko.+
3 “‘Yaye ukuba umnikelo wakhe ungumbingelelo wobudlelane,+ ukuba uwusondeza ungowasemhlambini, enoba yinkunzi okanye imazi, woyisondeza ibe yephilileyo+ phambi koYehova.