2 Samuweli 3:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Bonke abantu baphawula, yaye kwakulungile emehlweni abo. Njengayo yonk’ into awayeyenza ukumkani, kwakulungile emehlweni abo bonke abantu.+ Hebhere 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+
36 Bonke abantu baphawula, yaye kwakulungile emehlweni abo. Njengayo yonk’ into awayeyenza ukumkani, kwakulungile emehlweni abo bonke abantu.+
16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+