1 Kronike 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ebudeni balo lonke ixesha lokuhambahamba+ noSirayeli wonke, ngaba ndakha ndathetha ilizwi elinye nomnye wabagwebi bakwaSirayeli endabayalela ukuba baluse abantu bam, ndisithi, ‘Kutheni ningandakhelanga nje indlu yemisedare?’”’+
6 Ebudeni balo lonke ixesha lokuhambahamba+ noSirayeli wonke, ngaba ndakha ndathetha ilizwi elinye nomnye wabagwebi bakwaSirayeli endabayalela ukuba baluse abantu bam, ndisithi, ‘Kutheni ningandakhelanga nje indlu yemisedare?’”’+