Levitikus 27:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Ukuba umntu uthe wangcwalisa kuYehova ngenxalenye yentsimi elilifa lakhe,+ ixabiso layo elithelekelelwayo malilinganiselwe ngokwembewu yayo: ukuba yihomere+ yembewu yerhasi, ngoko yoba ziishekele ezingamashumi amahlanu zesilivere.
16 “‘Ukuba umntu uthe wangcwalisa kuYehova ngenxalenye yentsimi elilifa lakhe,+ ixabiso layo elithelekelelwayo malilinganiselwe ngokwembewu yayo: ukuba yihomere+ yembewu yerhasi, ngoko yoba ziishekele ezingamashumi amahlanu zesilivere.