Duteronomi 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndamkhunga+ ke uYehova ndathi, ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, musa ukubonakalisa abantu bakho, abayinqobo kuwe,+ obakhululeyo ngobukhulu bakho, wabakhupha eYiputa+ ngesandla esomeleleyo.+ Nehemiya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye bangabakhonzi bakho+ nabantu bakho,+ owabakhulula ngamandla akho amakhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo.+
26 Ndamkhunga+ ke uYehova ndathi, ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, musa ukubonakalisa abantu bakho, abayinqobo kuwe,+ obakhululeyo ngobukhulu bakho, wabakhupha eYiputa+ ngesandla esomeleleyo.+
10 Yaye bangabakhonzi bakho+ nabantu bakho,+ owabakhulula ngamandla akho amakhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo.+