Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ INdumiso 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+ INdumiso 33:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ihashe liyinkohliso kusindiso,+Nangobuninzi bamandla alo alinako ukubaleka.+
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’
7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+