1 Kronike 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaphezu koko, uDavide wathabatha amakhaka+ egolide abusazinge awayekubakhonzi bakaHadadezere, wawazisa eYerusalem.+ Luka 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa ukuba uthile owomelele ngakumbi+ kunaye uyamhlasela aze amoyise,+ uzithabatha zonke izikhali zakhe abekholose ngazo, aze azahlule izinto amhluthe zona.
7 Ngaphezu koko, uDavide wathabatha amakhaka+ egolide abusazinge awayekubakhonzi bakaHadadezere, wawazisa eYerusalem.+
22 Kodwa ukuba uthile owomelele ngakumbi+ kunaye uyamhlasela aze amoyise,+ uzithabatha zonke izikhali zakhe abekholose ngazo, aze azahlule izinto amhluthe zona.