INdumiso 60:umbhalo osemantla INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele Kumalathisi okwiNyibiba yeSikhumbuzo. IMiktam. EkaDavide. Eyokufundisa.+ Xa wayesukuzana noAram-naharayim noAram-Tsobha, waza uYowabhi wabuya waza waxabela uEdom kwiNtlambo yeTyuwa, ishumi elinesibini lamawaka.+
Kumalathisi okwiNyibiba yeSikhumbuzo. IMiktam. EkaDavide. Eyokufundisa.+ Xa wayesukuzana noAram-naharayim noAram-Tsobha, waza uYowabhi wabuya waza waxabela uEdom kwiNtlambo yeTyuwa, ishumi elinesibini lamawaka.+