2 Samuweli 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko amadoda kaYowabhi+ namaKereti+ namaPeleti+ nawo onke amadoda anamandla aphuma emva kwakhe; yaye baphuma ke eYerusalem besukela uShebha unyana kaBhikeri.
7 Ngako oko amadoda kaYowabhi+ namaKereti+ namaPeleti+ nawo onke amadoda anamandla aphuma emva kwakhe; yaye baphuma ke eYerusalem besukela uShebha unyana kaBhikeri.