Duteronomi 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+ 2 Kronike 32:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye.
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+
7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye.