Genesis 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+ INdumiso 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uya kubatshabalalisa abo bathetha ubuxoki.+Umntu ophalaza igazi+ nonenkohliso+ uYehova uyamcekisa. Hebhere 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+
9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+
4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+