9 Khangela! Uya kuzalelwa+ unyana. Yena uya kuba yindoda yokuphumla, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumnika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe macala onke;+ uya kuba nguSolomon+ igama lakhe, yaye ngemihla yakhe ndiya kumjizeka uSirayeli ngoxolo+ nokuzola.