Yohane 11:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Ngoko ke uYesu akabanga sahambahamba esidlangalaleni+ phakathi kwamaYuda,+ kodwa wemka apho waya kwilizwe elikufuphi nentlango, kwisixeko esibizwa ngokuba yiEfrayim,+ waza apho wahlala kunye nabafundi.
54 Ngoko ke uYesu akabanga sahambahamba esidlangalaleni+ phakathi kwamaYuda,+ kodwa wemka apho waya kwilizwe elikufuphi nentlango, kwisixeko esibizwa ngokuba yiEfrayim,+ waza apho wahlala kunye nabafundi.