2 Samuweli 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UDavide ke wamfuna uTHIXO oyinyaniso ngenxa yenkwenkwe leyo, yaye uDavide waqhubeka ezila ukutya ngokungqongqo+ waza wangena wachitha ubusuku elele phantsi emhlabeni.+
16 UDavide ke wamfuna uTHIXO oyinyaniso ngenxa yenkwenkwe leyo, yaye uDavide waqhubeka ezila ukutya ngokungqongqo+ waza wangena wachitha ubusuku elele phantsi emhlabeni.+