Genesis 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yabona, okunene uyandigxotha namhla phezu komhlaba, yaye ndiya kufihlwa ebusweni bakho;+ ndibe sisibhadubhadu+ nembacu emhlabeni, yaye ngokuqinisekileyo nabani na ondifumanayo uya kundibulala.”+
14 Yabona, okunene uyandigxotha namhla phezu komhlaba, yaye ndiya kufihlwa ebusweni bakho;+ ndibe sisibhadubhadu+ nembacu emhlabeni, yaye ngokuqinisekileyo nabani na ondifumanayo uya kundibulala.”+