Genesis 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Waza ke uAbram wathi kukumkani waseSodom: “Ndiyasiphakamisa isandla sam ukuze ndifunge+ kuYehova ongOyena Thixo Uphakamileyo, uMvelisi wezulu nomhlaba, Genesis 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+
22 Waza ke uAbram wathi kukumkani waseSodom: “Ndiyasiphakamisa isandla sam ukuze ndifunge+ kuYehova ongOyena Thixo Uphakamileyo, uMvelisi wezulu nomhlaba,
3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+