ABagwebi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye uBharaki wabizela ndawonye uZebhulon+ noNafetali eKedeshe, kwaza kwenyuka amadoda angamawaka alishumi amlandela;+ noDebhora wenyuka naye. 1 Samuweli 25:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke kaloku ngokubhekisele kwesi sipho siyintsikelelo+ ikhobokazana lakho lisizisileyo enkosini yam, simele sinikwe abafana abahambahamba emanyathelweni+ enkosi yam.
10 Kwaye uBharaki wabizela ndawonye uZebhulon+ noNafetali eKedeshe, kwaza kwenyuka amadoda angamawaka alishumi amlandela;+ noDebhora wenyuka naye.
27 Ke kaloku ngokubhekisele kwesi sipho siyintsikelelo+ ikhobokazana lakho lisizisileyo enkosini yam, simele sinikwe abafana abahambahamba emanyathelweni+ enkosi yam.