1 Samuweli 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+ 1 Petros 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+
18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+
6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+