Mateyu 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko, bakusondela eYerusalem baza bafika eBhethefage kwiNtaba yemiNquma, uYesu wathumela abafundi ababini,+ Mateyu 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+ Luka 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Akusondela eBhethefage naseBhethani kwintaba ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma,+ wathumela ababini kubafundi,+ IZenzo 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bandula ke babuyela+ eYerusalem bevela entabeni ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma, ekufuphi neYerusalem, kumgama ongangohambo lomhla wesabatha.+
21 Ngoko, bakusondela eYerusalem baza bafika eBhethefage kwiNtaba yemiNquma, uYesu wathumela abafundi ababini,+
3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+
29 Akusondela eBhethefage naseBhethani kwintaba ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma,+ wathumela ababini kubafundi,+
12 Bandula ke babuyela+ eYerusalem bevela entabeni ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma, ekufuphi neYerusalem, kumgama ongangohambo lomhla wesabatha.+